Umfundisi U-ZG Samuel ulwa nomceli-mngeni weziyobisi kulutsha
NgomGqibelo umhla wama-28 weyeDwarha 2023, uMfundisi uZolile Gqaliwe Samuel webandla leSRWC ezinze eDuncan Village, eMonti, wayesinomcimbi eOrient Theatre. Lo mcimbi...
NgomGqibelo umhla wama-28 weyeDwarha 2023, uMfundisi uZolile Gqaliwe Samuel webandla leSRWC ezinze eDuncan Village, eMonti, wayesinomcimbi eOrient Theatre. Lo mcimbi...
Kwikhaya elikhulu leGalufa eMonti, iMpuma Koloni, kwakubikwa ingqungquthela yeminyaka emibili emizabalazweni yokuncitsha ekubhubhaneni kwabakhwetha. Ingqungquthela yathathwa ngokujulileyo ngabahlali kanye nezinye...
EMONTI – U-Zoleka Putye nobengumsebenzi kwisebe lezokuhlaliswa koluntu eMpuma Koloni, udutyulwe wayakoyise ‘mkhulu ephuma enkonzweni eAbbortsford kwelaseMonti. Umyeni wakhe nongumrhanelwa...
EMONTI - Kubhiyozelwe uMngqungqo kunye noDumza Maswana eGuild Theater eMonti ngoMgqibelo umhla wama-21 kule imiyo. Abalandeli bomngqungqo abantwana bomgquba nabebala,...
EMONTI - Izikhukhula zidala uxinizelelo kwiinkampani ezisebenzisa indlela iBuffalo Pass phakathi kwe-Scenery Park kunye ne-West Bank nanjengokuba iblorho yase-Scenery Park...
eTLOKOENG - Inkundla yenqila yaseTlokoeng (Mount Fletcher) ithe yagweba umphambukeli waseLesotho uKatleho Mpakanyane oneminyaka engamashumi amabini (20) ubudala. Le dyongwana...
EGCUWA - Umbhexeshi oyintloko wesikhundla esisemthethweni uSiviwe Gwarube ilungu lepalamente namanye amalungu epalamente bakhokele umngcelele kwizitalato zaseGcuwa ngomhla we-04 kweyeDwarha...
Abantu baseXesi bayathanda isapho lakwaMakubalo, olu hambileyo kusenzekileyo, umntu wasetyhini uSingatwa Makubalo oneminyaka engama-48 kunye nonyana wakhe uSiphelisiwe Makubalo oneminyaka...
U-Inako Matheza oneminyaka eli-18 ubudala, wasungula iProjekthi i-Inako Foundation encedisana nokuhlolwa kwamantombazana namakhwenkwe asaze ngobuso elizweni nebakhuthaza ekuzigcineni. Le projekthi...
Ukukhululwa kweNdlela yesikululo seenqwelo-moya eMonti, eyenziwa ukwenqongelela ukubalibaza koLuntu kunye nokubukela ukuhambisa kweqoqosho, isekela esiphelweni sokuqeda. IProjekti ebalulekileyo ye-R430 million...