Ziyamdlikidla iNtlungu umfana wase Kirkwood
Umfana waseKirkwood kwiphondo leMpuma Koloni phantsi koMasipala wesithili saseSarah Baartman, uCebo Majoka(26) ukhathazwa liliso lasekunene oko kwangomnyaka ka2021 kwinyanga yoMsintsi...
Umfana waseKirkwood kwiphondo leMpuma Koloni phantsi koMasipala wesithili saseSarah Baartman, uCebo Majoka(26) ukhathazwa liliso lasekunene oko kwangomnyaka ka2021 kwinyanga yoMsintsi...
Ingaba zizokuvulwa nini izikolo ngonyaka ka2024? Izikolo kulindeleke ukuba zivulwe ngomhla weshumi elinesixhenxe(17) kweyoMqungu 2024 xakuqala ikota yokuqala.
Umama uNosipho Manyinyi(56) nosele esidla umhlala-phantsi uqhutywa luthando nentshisakalo yokukhathalela abantwana abangenamncedi. Uthatha abantwana abalahliweyo, abashiywe esibhedlele, abathunyelwa ngonontlalo-ntle kwakunye...
Liphinde lachitheka igazi, yaphuma imiphemfulo emithathu(3) emva kwemini namhlanje umhla wesiThathu(03 kweyoMqungu(01) kulo umiyo(2024) ngecala emveni kwentsimbi yesibini(14h30). Yinqwelo-mafutha eluhlobo...
Ibingumbono ombi nongaqhelekanga kula ndlela emva kwemini kwisithuba sentsimbi yesithathu(15h00) umhla wesithathu(03) kweyoMqungu kulo umiyo(2024) kwindlela uT23 kude kufuphi naseRoskruge...
AmaPolisa wakuTsolo aziphica nasezicithini izidlwengu ezimbini(2) ezikwangababulali kummandla wakuTsolo kumganyana nje ongange 40km xa usuka ngaseMthatha. Ngamagqiyazana amathathu(3) athe adlwengulwa...
Three people have lost their lives while two sustained severe injuries, after single vehicle lost control and overturned on the...
UMthobeli 'KCi' August usweleke ngoLwesihlanu weveki ephelileyo esendlwini yakhe eRhawutini. Ngomso umhla wesithathu(03) kule yoMqungu uzakugaleleka umzimba wakhe kwikhaya lakhe...
he Eastern Cape welcomed 200 New Year's Day babies with the first being a boy that was born at 12.10am...
Bebezityela izinto zabo ezibanda kamnandi uBongani Polo(38) kunye neqabanekazi lakhe elinguVathiswa Dyani(33) ngexesha kuqala ingxushu-ngxushu kwesisibini. Ezizithandani bezihleli kunye nabahlobo...