Izandyondyo nezantyala-ntyala zemvula zingumqobo kubakhenkethi
Iya ixhalabisa nangakumbi imeko eCoffee Bay, oku kuza emveni kwezikhukhula ezigubungele lammandla neziphaluka. Le ndawo inomntsalane kubakhenkethi, iphantsi koMasipala wasekuhlaleni...
Iya ixhalabisa nangakumbi imeko eCoffee Bay, oku kuza emveni kwezikhukhula ezigubungele lammandla neziphaluka. Le ndawo inomntsalane kubakhenkethi, iphantsi koMasipala wasekuhlaleni...
NgeCawa umhla wamashumi amabini anesine(24) kweyoMnga kulo umiyo(2023), usapho lakwaXalasi lucele amapolisa waseLibode ukuba angenelele emveni kokugrogriswa ngunyana walo ogama...
Sisiganeko esikrakra, esibuhlungu, esihambisa umzimba, nesishiya imibuzo engenazimpendulo.
Nanjengoko imvula igalela ngamandla ephondweni leMpuma Koloni, iziphumo neziqhamo zalonto kukufa.
Kwiiveki ezimbalwa eziphambi kosuku olukhulu olubhiyozelwa kwihlabathi jikelele i-Krismesi, usapho lakwaNcapayi eMthatha belungalali buhlayo emveni kokulahlekelwa ngumntwana walo. U-Phahlo Panda...
Owazenzela udumo kwezosasazo u"KCI" Mthobeli August kwizikhululo eziliqela ekuquka kuzo uMhlobo Wenene ulandulele eli limagad' ahlabayo. Lo msasazi wodumo nobesaziwa...
Kuntlithene izithuthi ezimbini kwazekwasweleka igqala lobugcisa uMbongeni Ngema, kwingozi yemoto eyenzeke kuhola wendlela uR61 eBizana, kwindlela eya eMagusheni. Lengozi yenzeke...
A total of 221 babies were born on Christmas Day in public health facilities in the Eastern Cape with the...
Kuntlithene izithuthi ezimbini okwentlok'zegusha eNciba, kwasweleka abantu abathathu. Isithuthi esiluhlobo leToyota Quantum nebesigcwele qhu sitlithene neSuzuki nebilayishe abantu abathathu, namhlanje...
Two people have lost their lives while two sustained severe injuries in a head-on collision involving a Toyota Corolla and...