Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
Sisibhovu-bhovu sesigwinta somfana ongadizwanga ngagama naminyaka esithe sagebenga iqabane laso elineminyaka engamashumi mathathu anesihlanu(35) ngokuthi alinqunqe emveni koko wathatha amalungu womzimba wawatyala kwimingxuma yezindlu zangasese.
Read moreNamhlanje umhla weshumi elinesine(14) kweyoMnga 2023 iinkonde neenkondekazi bezixhelelw' exhukwana emveni kokuwelwa ngumqa esandleni ngenxa yegalelo lesisa ngokuxhaswa yiMasakhane Youth Develoment kunye nevenkile yezoxhobo zokwakha uBuild-It.
Read moreLizakucaca namhlanje ikamva likaYibanathi McGyver Ndema owabulala umfazi wakhe ogama linguNoluvuyo Nonkwelo.
Read moreMTHATHA - Wayecinga ukuba uhlakaniphile uYibanathi MacGyver Ndema(45) xa wayebulala umfazi wakhe emveni koko ayokumngcwaba phantsi kwebhafu, kwathi kanti uzikhande ngenyhek' etyeni. Inkundla ephakamileyo yaseMthatha imgwebe ubomi eqamele ngenqindi kwezimnyama...
Read moreUMinentle Noqhamka(20), nobengumfundi kwaNokholeji uye wonzakala emveni kokuba kutyholwa ukuba inqwelo yamapolisa iNyala iye yamguba umlenze kukhento lendebe eMonti.
Read more“Ezinqwelo zizokusebenza mbombozone zesiXeko saseBuffalo City ukugxininisa zizokusebenza ukuzityanda kuhola wendlela uN2, R72, N6 kunye nakwezinye iindawo. Ukuthenga kwethu ezimoto sibone ukuba iimoto zethu esinazo hayi khona kudala zikho, kwaye...
Read moreNgomGqibelo umhla wama-28 weyeDwarha 2023, uMfundisi uZolile Gqaliwe Samuel webandla leSRWC ezinze eDuncan Village, eMonti, wayesinomcimbi eOrient Theatre. Lo mcimbi uye wasoloko kugalela imali ukunceda abantu abagaxeleke kwiziyobisi ngaphakathi kwamasipala...
Read moreuEskom, inkampani yomgalelo ephathwa ngurhulumente yaseMzantsi Afrika, iyaqhubeka nokusabalalisa isigidi sama-randi ngexesha le ngxaki yomgalelo. Ukugalela oku kuyasokolisa uGaleb Cachalia ovela kwihlangano leDemocratic Alliance.
Read moreKwikhaya elikhulu leGalufa eMonti, iMpuma Koloni, kwakubikwa ingqungquthela yeminyaka emibili emizabalazweni yokuncitsha ekubhubhaneni kwabakhwetha. Ingqungquthela yathathwa ngokujulileyo ngabahlali kanye nezinye izikhulu zombuso, kodwa ngaphezu kwalokho yayinjengomthetho phakathi kwamagosa omphakathi, abazali,...
Read moreEMONTI – U-Zoleka Putye nobengumsebenzi kwisebe lezokuhlaliswa koluntu eMpuma Koloni, udutyulwe wayakoyise ‘mkhulu ephuma enkonzweni eAbbortsford kwelaseMonti. Umyeni wakhe nongumrhanelwa uthe wabanjwa ngoMgqibelo umhla we 21 kule imiyo wakhululwa ngosuku...
Read more