Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
I-House 87 yindawo yeenkwenkwezi ezi-3 ezilinganiswe libutho lokutyelela eMzantsi Afrika(TGCSA), kwaye inikezela ngamava ahlukeneyo. Kulendawo unokulindela ukunambitha izidlo zemveli ezintle zaseMzantsi Afrika, ukusuka kwinyama eyojiweyo, uMleqwa, uGeme nesibindi, zonke zihamba...
Read moreEMONTI - Kubhiyozelwe uMngqungqo kunye noDumza Maswana eGuild Theater eMonti ngoMgqibelo umhla wama-21 kule imiyo. Abalandeli bomngqungqo abantwana bomgquba nabebala, badele imvula baya kuzonwabisa besonwabela lomculo unesingqi sakwaXhosa. Phakathi kweemvumi...
Read moreeDUTYWA - uSodolophu woMasipala waseMbhashe uCeba Samkelo Janda kunye nosomashishini u-Livingstone Gcobani Nogoduka baphethule umhlaba eDutywa ngomhla we 17 kweyeDwarha 2023, oku kuza emveni kokuba kuzokwakhiwa udederhu lweevenkike eDutywa elizokubizwa...
Read moreEMONTI - Izikhukhula zidala uxinizelelo kwiinkampani ezisebenzisa indlela iBuffalo Pass phakathi kwe-Scenery Park kunye ne-West Bank nanjengokuba iblorho yase-Scenery Park igcwele ngamanzi izithuthi zixoza mphini wumbi ukungena nokuphuma.
Read moreeTLOKOENG - Inkundla yenqila yaseTlokoeng (Mount Fletcher) ithe yagweba umphambukeli waseLesotho uKatleho Mpakanyane oneminyaka engamashumi amabini (20) ubudala. Le dyongwana igwetywe udilika jele ngokudlwengula, iminyaka elishumi elinantlanu (15) ngokuzama ukubulala...
Read more"Ngexesha lokuthandaza lwam, ukungcola kweBhayibhile kuyakuphela," watsho ngokukhululekile uQueen Nandy Mgoqi-Mlombi kwi-interview yakhe yomtsalane kuMdantsane FM, phakathi kweemvakalelo ezirhoxo zisebenza kwiindawo zokuxhoma oluntu ngathi yiFacebook.
Read moreUrhulumente wephondo lase Mpuma Koloni ebambisene nomphathiswa weSebe Lemfundo Esisiseko kweliphondo uFundile Gade, bothulele umnqwazi ootishala ababini beliphondo ngokuthi baphumelele ukhuphiswano lukazwelonke lootitshala nelaziwa njenge “National Teachers Awards” ngolwasemzini. Ukanti...
Read moreeMQANDULI - Sekuziinyanga engasabonakali uKhayakazi Siyo (32) kwikhaya lakhe, nto leyo edandathekisa iimiphefumlo yosapho lwakhe kunye nabahlali belali yakowabo. U-Khayakazi Siyo yinzalelwane yaseMqanduli kwilali yaku-Madondile. Usapho lwakhe luthi belukade lucinga...
Read moreeMTHATHA: Kulindeleke ukuba avele kwiNkundla kaMantyi yaseMthatha umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe (27) ubudala ngoMvulo, umhla wethoba kule imiyo. Oku kwenzeke emva kodubulana kwabarhanelwa namapolisa ngaphandle kwaseMthatha. Othethela amapolisa aseMthatha...
Read moreEphondweni leMpuma Koloni, amapolisa aqhuba uphando emva kweengozi ezinzima ezimbini ezimasikizi zisweleke abantu abathandathu (6) kanye nabanye abathe baphumelela ingozi. Le ngozi yayiphethe abantu abane (4) abaswelekileyo kwiToyota Avanza nababini...
Read more