Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
Kwiintsuku esiphila kuzo, ukusweleka kweMntwana yi nto ebulalayo kakhulu emoyeni wezinto ezinzima. U-Madoda J. Dada ukhathalela iiyure ezininzi ngoku engasamboni umntwana wakhe omtsha ngokuthi nguUmiyo, oyi-3 kwiiminyaka. Umiyo wayedlala phandle...
Read moreUsapho lakwaMapeyi eGxididi eMthatha luyiva ngevumba kuphela. Abazali bam basweleka kunye nabantwana, bafuna inkxaso kwezibonelelo nge-SASSA, kwaye kukho izinyembezi ngenxa yezinto zokuqala.
Read moreEGCUWA - Umbhexeshi oyintloko wesikhundla esisemthethweni uSiviwe Gwarube ilungu lepalamente namanye amalungu epalamente bakhokele umngcelele kwizitalato zaseGcuwa ngomhla we-04 kweyeDwarha 2023, oku kuza emveni kweziganeko zabazali abazibulala babulale neentsana zabo...
Read moreUMphathiswa wesebe lezempilo kwiphondo leMpuma Koloni uNomakhosazana Meth uvakalise ukudandatheka emveni kokuba kusweleke umfundi nobesenza unyaka wokugqibela kwizifundo zobuGqirha kulempela-veki.
Read moreIsithuthi esiluhlobo lakwaVW iPolo vivo nebe isingise ngaseMonti isuka eCawa (Port Alfred), nesithuthi esiluhlobo lakwaToyota Corolla zintlithene okweenkunzi zegusha ngokuhlwa kwangoMgqibelo umhla wama 29 Tshazimpuzi 2023, kuhola wendlela uR72 phakathi...
Read moreIzidlwengu ezimbini zaseNgqeleni uSiyabulela Khohliso kunye noAthini Mzingelwa baqhweshe kwiziko lezoluleko lamabanjwa lase Ngqeleni, ngoLwesine. Isebe lezoluleko likhangela ezizidlwengu ziqhweshileyo. Lamabanjwa aqheshwe emabaleni ezemidlalo.
Read moreIxesha lokuhambisa imfuyo lifikile kwisikhululo seenqanawe kwelaseMonti. Ukanti isikhululo esi siyakuvuyela ukufika kwalenqanawe kwesisikhululo. Lenqanawe ibisuka kwilizwe lase Maurtius ifike eMonti ngomhla we 24 kule imiyo ilayishe imfuyo engama 2250,...
Read moreUyaqhuba umnyhadala wokhuphiswano lwezikolo ezingqonge iXhorha neziphaluka. Rhoqo ngonyaka kwikota yesibini izikolo zamabanga aphantsi ziye zikhuphisane ngomculo kwezi categories zilandelayo:
Read moreImincili kunye noncumo bezibhalwe kuNtombovuyo Happy Ntshangase (38) osebenza njengonogada kwiDyunivesithi yase Nelson Mandela, ukanti oka Ntshangase usebenza iiyure ezilishumi elinesibini(12) ngosuku. Kulonyaka uphelileyo oka Ntshangase uthwese isidanga seDiploma. Ukongeza,...
Read moreNgomhla we20 kuTshazimphunzi kulonyaka umiyo uMphathiswa wesebe lezolimo uguquguquko lomhlaba wasemaphandleni eMpuma Koloni, uNonkqubela Pieters udlulisele ngokusesikweni ishedi ekumgangatho ophezulu yokuchebela iigusha kumaFama eegusha aseMbekweni, eWhittlesea kude kufuphi nase Komani.
Read more