Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
Ibingumbono ombi nongaqhelekanga kula ndlela emva kwemini kwisithuba sentsimbi yesithathu(15h00) umhla wesithathu(03) kweyoMqungu kulo umiyo(2024) kwindlela uT23 kude kufuphi naseRoskruge eFlagstaff. Ngokwengxelo esiyifumene kwi- Ingquza Hill Local Municipality (IHLM) official.
Read moreAmaPolisa wakuTsolo aziphica nasezicithini izidlwengu ezimbini(2) ezikwangababulali kummandla wakuTsolo kumganyana nje ongange 40km xa usuka ngaseMthatha. Ngamagqiyazana amathathu(3) athe adlwengulwa yimigqutsubana yamaxelegu yamakhwenkwe emveni koko azithathela ngolunya kulomhlaba ungcwele, awaphelela...
Read moreThree people have lost their lives while two sustained severe injuries, after single vehicle lost control and overturned on the R61 road in Arbedeen at about 30km towards Beaufort West....
Read moreUMthobeli 'KCi' August usweleke ngoLwesihlanu weveki ephelileyo esendlwini yakhe eRhawutini. Ngomso umhla wesithathu(03) kule yoMqungu uzakugaleleka umzimba wakhe kwikhaya lakhe eliseAdelaide apha kwiphondo LeMpuma Koloni.
Read morehe Eastern Cape welcomed 200 New Year's Day babies with the first being a boy that was born at 12.10am at Mount Ayliff Hospital. Compared to last year when 239...
Read moreBebezityela izinto zabo ezibanda kamnandi uBongani Polo(38) kunye neqabanekazi lakhe elinguVathiswa Dyani(33) ngexesha kuqala ingxushu-ngxushu kwesisibini. Ezizithandani bezihleli kunye nabahlobo kwindawo yakwaMlungisi kuKomani ngexesha le mpixano. U-Bongani Polo uye wakhweletela...
Read moreIya ixhalabisa nangakumbi imeko eCoffee Bay, oku kuza emveni kwezikhukhula ezigubungele lammandla neziphaluka. Le ndawo inomntsalane kubakhenkethi, iphantsi koMasipala wasekuhlaleni i-King Sabatha Dalindyebo kwisithili saseO.R Tambo.
Read moreNgeCawa umhla wamashumi amabini anesine(24) kweyoMnga kulo umiyo(2023), usapho lakwaXalasi lucele amapolisa waseLibode ukuba angenelele emveni kokugrogriswa ngunyana walo ogama linguSikhumbuzo Xalasi(31). Olusapho luthe ngenxa yokoyisela ubomi lwazivalela endlwini emveni...
Read moreSisiganeko esikrakra, esibuhlungu, esihambisa umzimba, nesishiya imibuzo engenazimpendulo.
Read moreNanjengoko imvula igalela ngamandla ephondweni leMpuma Koloni, iziphumo neziqhamo zalonto kukufa.
Read more