Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
UMthobeli 'KCi' August usweleke ngoLwesihlanu weveki ephelileyo esendlwini yakhe eRhawutini. Ngomso umhla wesithathu(03) kule yoMqungu uzakugaleleka umzimba wakhe kwikhaya lakhe eliseAdelaide apha kwiphondo LeMpuma Koloni.
Read moreBebezityela izinto zabo ezibanda kamnandi uBongani Polo(38) kunye neqabanekazi lakhe elinguVathiswa Dyani(33) ngexesha kuqala ingxushu-ngxushu kwesisibini. Ezizithandani bezihleli kunye nabahlobo kwindawo yakwaMlungisi kuKomani ngexesha le mpixano. U-Bongani Polo uye wakhweletela...
Read moreIya ixhalabisa nangakumbi imeko eCoffee Bay, oku kuza emveni kwezikhukhula ezigubungele lammandla neziphaluka. Le ndawo inomntsalane kubakhenkethi, iphantsi koMasipala wasekuhlaleni i-King Sabatha Dalindyebo kwisithili saseO.R Tambo.
Read moreSisiganeko esikrakra, esibuhlungu, esihambisa umzimba, nesishiya imibuzo engenazimpendulo.
Read moreKwiiveki ezimbalwa eziphambi kosuku olukhulu olubhiyozelwa kwihlabathi jikelele i-Krismesi, usapho lakwaNcapayi eMthatha belungalali buhlayo emveni kokulahlekelwa ngumntwana walo. U-Phahlo Panda Ncapayi(22) wayephume nabahlobo bakhe ngomhla weshumi elinesixhenxe(17) kweyoMnga kulo umiyo(2023)...
Read moreKuntlithene izithuthi ezimbini kwazekwasweleka igqala lobugcisa uMbongeni Ngema, kwingozi yemoto eyenzeke kuhola wendlela uR61 eBizana, kwindlela eya eMagusheni. Lengozi yenzeke ngomhla we 27 kule imiyo, malunga ngecala emveni kwentsimbi yesine...
Read moreA total of 221 babies were born on Christmas Day in public health facilities in the Eastern Cape with the first eager bundle of joy arriving at 12.03am at Cecilia...
Read moreSix people has lost their lives while 3 sustained injuries after a single vehicle lost control and overturned on the R61 road in Ngcobo near Nyanga Senior Secondary school towards...
Read moreSilele nje thina bona bacwangcisa bekwaceba iindlela zokweba imfuyo emfutshane. Ngelishwa labo kumkhwa ekucaba kudala bethe gqolo ukuwenza badibene nenyoka iphunga umhluzi. Nguyise nonyana babanjelwe ubututu bemfuyo kwidolophu yaseMqanduli. Lixhego...
Read moreNamhlanje lusuku ekudala lujongwe ngamehlo abomvu nanjengo uBulelwa 'Zahara' Mkutukana ezakubekwa kumadlaka ooyise-mkhulu. ULumka Mkutukana ongusisi omdala kaZahara kunye noBandezwa Mkutukana bencokola nonondaba baphokoze imbilini yabo bekwazoba indlela aqaqadeke ngayo...
Read more