Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
U-Linda yintwazana eneminyaka elishumi elinesithanduthu(16) kuphela ubudala. Yinzalelwane yelali yakuNtsume kwingingqi yaseNgcongcolora. Le ntwazana ibinenyanga ezine(4) ikhulelwe.Olusana ludibene neembila zithutha kwakunye nenyoka iphunga umhluzi ngexesha ibikwindlela eya okanye ebuya kwiziko...
Read moreLizakucaca namhlanje ikamva likaYibanathi McGyver Ndema owabulala umfazi wakhe ogama linguNoluvuyo Nonkwelo.
Read moreMTHATHA - Wayecinga ukuba uhlakaniphile uYibanathi MacGyver Ndema(45) xa wayebulala umfazi wakhe emveni koko ayokumngcwaba phantsi kwebhafu, kwathi kanti uzikhande ngenyhek' etyeni. Inkundla ephakamileyo yaseMthatha imgwebe ubomi eqamele ngenqindi kwezimnyama...
Read moreHead of Department from Eastern Cape Department of Community and Safety Vuyani Mapolisa, expressed gratitude to the government of Lower Saxony for their support and collaboration in hosting the workshop....
Read moreEMONTI – U-Zoleka Putye nobengumsebenzi kwisebe lezokuhlaliswa koluntu eMpuma Koloni, udutyulwe wayakoyise ‘mkhulu ephuma enkonzweni eAbbortsford kwelaseMonti. Umyeni wakhe nongumrhanelwa uthe wabanjwa ngoMgqibelo umhla we 21 kule imiyo wakhululwa ngosuku...
Read morePortfolio head of Infrastructure and Planning at Buffalo City Metro, Nceba Ncunyana, has been gunned down late Wednesday afternoon on the N2 near Ntabozuko formerly known as Berlin. Multiple armed...
Read moreeTLOKOENG - Inkundla yenqila yaseTlokoeng (Mount Fletcher) ithe yagweba umphambukeli waseLesotho uKatleho Mpakanyane oneminyaka engamashumi amabini (20) ubudala. Le dyongwana igwetywe udilika jele ngokudlwengula, iminyaka elishumi elinantlanu (15) ngokuzama ukubulala...
Read moreeMQANDULI - Sekuziinyanga engasabonakali uKhayakazi Siyo (32) kwikhaya lakhe, nto leyo edandathekisa iimiphefumlo yosapho lwakhe kunye nabahlali belali yakowabo. U-Khayakazi Siyo yinzalelwane yaseMqanduli kwilali yaku-Madondile. Usapho lwakhe luthi belukade lucinga...
Read moreeMTHATHA: Kulindeleke ukuba avele kwiNkundla kaMantyi yaseMthatha umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe (27) ubudala ngoMvulo, umhla wethoba kule imiyo. Oku kwenzeke emva kodubulana kwabarhanelwa namapolisa ngaphandle kwaseMthatha. Othethela amapolisa aseMthatha...
Read moreIzidlwengu ezimbini zaseNgqeleni uSiyabulela Khohliso kunye noAthini Mzingelwa baqhweshe kwiziko lezoluleko lamabanjwa lase Ngqeleni, ngoLwesine. Isebe lezoluleko likhangela ezizidlwengu ziqhweshileyo. Lamabanjwa aqheshwe emabaleni ezemidlalo.
Read more