Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
Kwiiveki ezimbalwa eziphambi kosuku olukhulu olubhiyozelwa kwihlabathi jikelele i-Krismesi, usapho lakwaNcapayi eMthatha belungalali buhlayo emveni kokulahlekelwa ngumntwana walo. U-Phahlo Panda Ncapayi(22) wayephume nabahlobo bakhe ngomhla weshumi elinesixhenxe(17) kweyoMnga kulo umiyo(2023)...
Read moreOwazenzela udumo kwezosasazo u"KCI" Mthobeli August kwizikhululo eziliqela ekuquka kuzo uMhlobo Wenene ulandulele eli limagad' ahlabayo. Lo msasazi wodumo nobesaziwa kakhulu ngamabali ahlekisayo kwiinkqubo zoMhlobo Wenene ingakumbi inkqubo ethi, "Afternoon...
Read moreKuntlithene izithuthi ezimbini kwazekwasweleka igqala lobugcisa uMbongeni Ngema, kwingozi yemoto eyenzeke kuhola wendlela uR61 eBizana, kwindlela eya eMagusheni. Lengozi yenzeke ngomhla we 27 kule imiyo, malunga ngecala emveni kwentsimbi yesine...
Read moreA total of 221 babies were born on Christmas Day in public health facilities in the Eastern Cape with the first eager bundle of joy arriving at 12.03am at Cecilia...
Read moreKuntlithene izithuthi ezimbini okwentlok'zegusha eNciba, kwasweleka abantu abathathu. Isithuthi esiluhlobo leToyota Quantum nebesigcwele qhu sitlithene neSuzuki nebilayishe abantu abathathu, namhlanje malunga ngentsimbi yesibini emveni kwemini.
Read moreTwo people have lost their lives while two sustained severe injuries in a head-on collision involving a Toyota Corolla and a Toyota Avanza on the R409 road in Tsomo just...
Read moreSix people has lost their lives while 3 sustained injuries after a single vehicle lost control and overturned on the R61 road in Ngcobo near Nyanga Senior Secondary school towards...
Read moreSilele nje thina bona bacwangcisa bekwaceba iindlela zokweba imfuyo emfutshane. Ngelishwa labo kumkhwa ekucaba kudala bethe gqolo ukuwenza badibene nenyoka iphunga umhluzi. Nguyise nonyana babanjelwe ubututu bemfuyo kwidolophu yaseMqanduli. Lixhego...
Read moreNamhlanje lusuku ekudala lujongwe ngamehlo abomvu nanjengo uBulelwa 'Zahara' Mkutukana ezakubekwa kumadlaka ooyise-mkhulu. ULumka Mkutukana ongusisi omdala kaZahara kunye noBandezwa Mkutukana bencokola nonondaba baphokoze imbilini yabo bekwazoba indlela aqaqadeke ngayo...
Read moreIizitishi eziphehla umbane zikaEskom kukhangeleka zisebenza kakuhle, inyanga iya eyisiphelweni oko umbani uqhuba kakuhle kwiindawo eziliqela. UMphathiswa weSebe lezoMbane uKgosientsho Ramakgopa ethetha noonondaba ngoLwesine, ungqishe ngomlenze engqina ukuba ngelixesha leziyunguma...
Read more