Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
uAthini Nothi Mzingelwa ubanjiwe kwakhona ngamapolisa. Oku kulandela emveni kokuba ebeqhweshe kwintolongo yaseNgqeleni kuleveki iphelileyo. LokaMzingelwa ekunye noSiyabulela Khohliso athe ongezelelwa amatyala wabo.
Read moreIpolisa elineminyaka eyi-42 ubudala belisenza umsebenzi walo njengesiqhelo eNkundleni, umrhanelwa ungene eNkundleni waxutha umkhono wekati kasajini. Umrhanelwa wadubula usajini entloko wasweleka ngoko na ngoko, esisiganeko senzeke ngentseni yangoLwesithathu malunga ngecala...
Read moreKuvakele uqhushumbo-dubulo (explosion) ngobusuku bayizolo eWest Bank apho kukholelwa ukuba oonqevu bebexhobe ngezona zixhobo zoqhushimbiso zinzekelayo zinobungozi ukanti abanqevu bebekwahamba ngeemoto ekuqikelelwa ukuba zingapha kwesibini, ngexesha beyokuqhushumbisa umzi wemali wakwa...
Read moreBHISHO - Emva kweminyaka bengasaboni, iinkonde neenkondekazi ezingamashumi asixhenxe anesihlanu (75), axhamle kwiphulo lesebe lezempilo ephondweni nelinceda abo banengxaki yamehlo nokungaboni kwisibhedlele iSt Barnabas, kule mpela-veki sisuka kuyo. Isebe lezempilo...
Read moreUMphathiswa wesebe lezempilo kwiphondo leMpuma Koloni uNomakhosazana Meth uvakalise ukudandatheka emveni kokuba kusweleke umfundi nobesenza unyaka wokugqibela kwizifundo zobuGqirha kulempela-veki.
Read moreIsithuthi esiluhlobo lakwaVW iPolo vivo nebe isingise ngaseMonti isuka eCawa (Port Alfred), nesithuthi esiluhlobo lakwaToyota Corolla zintlithene okweenkunzi zegusha ngokuhlwa kwangoMgqibelo umhla wama 29 Tshazimpuzi 2023, kuhola wendlela uR72 phakathi...
Read moreIzidlwengu ezimbini zaseNgqeleni uSiyabulela Khohliso kunye noAthini Mzingelwa baqhweshe kwiziko lezoluleko lamabanjwa lase Ngqeleni, ngoLwesine. Isebe lezoluleko likhangela ezizidlwengu ziqhweshileyo. Lamabanjwa aqheshwe emabaleni ezemidlalo.
Read moreKuntlithene ilori kunye nohlobo lesithuthi se SUV iVW Tiguen. Abantu ebebekhwele isithuthi seSUV VW Tiguen bobane baswelekele kwindawo yexhwayelo ukanti umqhubi welori ufumene umonzakalo ongephi, umqhubi welori ubalekiselwe kwisibhedlele sase...
Read moreIsithethi samapolisa eGqeberha uKolonel Priscilla Naidu uthi, umbulali (hitman), uMasixole Nyaba kunye nomfazi womfi uNtombizodwa Solwandle bagwetywe udilika-jele ngoLwesibini, emva kokufunyaniswa benetyala lokubulala uMnoneleli Solwandle eBooysen's Park kweyoMqungu ngoyaka ka2020
Read moreOka Nqatha uzikhabele kude kunaye izityholo ezidiza ukuba unesiqinisekiso sase Fort Hare emveni kokuba iphepha ndaba i-Daily Dispatch likhuphe inqaku ngomhla we 27 kuTshazimpuzi, elidiza ukuba abaphathiswa abathathu bephondo bantyumpantyumpeka...
Read more