Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
Ixesha lokuhambisa imfuyo lifikile kwisikhululo seenqanawe kwelaseMonti. Ukanti isikhululo esi siyakuvuyela ukufika kwalenqanawe kwesisikhululo. Lenqanawe ibisuka kwilizwe lase Maurtius ifike eMonti ngomhla we 24 kule imiyo ilayishe imfuyo engama 2250,...
Read moreUyaqhuba umnyhadala wokhuphiswano lwezikolo ezingqonge iXhorha neziphaluka. Rhoqo ngonyaka kwikota yesibini izikolo zamabanga aphantsi ziye zikhuphisane ngomculo kwezi categories zilandelayo:
Read moreImincili kunye noncumo bezibhalwe kuNtombovuyo Happy Ntshangase (38) osebenza njengonogada kwiDyunivesithi yase Nelson Mandela, ukanti oka Ntshangase usebenza iiyure ezilishumi elinesibini(12) ngosuku. Kulonyaka uphelileyo oka Ntshangase uthwese isidanga seDiploma. Ukongeza,...
Read moreNgomhla we20 kuTshazimphunzi kulonyaka umiyo uMphathiswa wesebe lezolimo uguquguquko lomhlaba wasemaphandleni eMpuma Koloni, uNonkqubela Pieters udlulisele ngokusesikweni ishedi ekumgangatho ophezulu yokuchebela iigusha kumaFama eegusha aseMbekweni, eWhittlesea kude kufuphi nase Komani.
Read moreAbanikazi bendawo yokucima unxano, neyaziwa ngokuba kuse Enyobeni bebevele kwiNkundla kaMantyi yaseMonti izolo, besolwa ngokwaphula isolotya kumthetho wokuthengiswa kotywala (Contravention of the liquor Act). Kusolwa ngelithi bathengisela abantwana abangaphantsi kweminyaka...
Read moreGQEBERHA - Ayikafumaneki intwazana eneshumi elinesihlanu leminyaka ubudala (15), neyathi yalahleka kwinyanga yoMsintsi (September) kunyaka ophelileyo. Isithethi samapolisa eGqeberha uKolonel Priscilla Naidu uthi uNikita Williams, nowaziwa ngelika'Dolly', wahamba ekhayeni lakhe...
Read moreUtata wentombi yaseGqeberha ebisakuba ngumfundi kwiDyunivesithi yase Nelson Mandela izibambe ngenkophe iinyembezi xa ebesamkela iDegree yentombi yakhe engasekhoyo. Intlungu leyo ethe yavakala kwisizwe soMzantsi Afrika uphela, amazwi ovelwano asaphokoka.
Read more