Celebrating African Heritage and Unity Through Music
11 September 2024
A Sonic Tribute To The Zulu Goddess
28 August 2024
ZAHARA - Ubuthunyiwe, wasebenza Uthwaxiwe, wanyamezela Ubiziwe, wasabela Ngoku uphumle Hamba ke ntombazana, hamba; Wavalwa umkhusane lwavalwa ucango Aphela amathemba Kwashiyeka isithukuthezi; Hamba ntombazana uyophumla.
Read moreFive(5) people died, while three others sustained serious injuries in a car accident that happened on the R75 road near Volwefonteim between Kariega and Graaff Reinet in the Eastern Cape...
Read moreIdolophu yaseMthatha yenye yeedolophu ezigcwele imiguvela, amaphara noonqalintloko.
Read moreIzolo umhla wamashumi amabini(20) kwinyanga yoMnga kulo umiyo bekukhwetywe imbizo yonondaba eShoes Guest House Conference Centre kwidolophu yaseMthatha. Injongo yalentlanganiso ibingeziphumo zohlolo-fuzo(DNA) phakathi koyise nonyana ebhotweni kubukumkani babaThembu kwindawo yaseBumbane.
Read moreU-Thobani Mhlanganiso(30) yinzalelwane yaseXeni eLujecweni kwidolophu yakuTsolo. Xa kufunwa ingcaphephe nengcungela kwezobudlwengu kubuzwa kuye. Amaxhoba wakhe aqala kubantwana abaneminyaka esibhozo( ukuwelela kwabanamashumi amane anesihlanu(45). Kwilali yakhe ubequqa ebuyelela okwezulu laseMthatha.
Read moreKudala kwabakho ukugxeleshana ngezikhondo zamehlo phakathi koyise nonyana ebhotweni kubukumkani babaThembu kwindawo yaseBumbane. Kuyacaca kona ukuba isonka sikaAzenathi Zanelizwe Dalindyebo sasiqatywe kamnandi kwaye ibhotolo yaseBhotweni yayinencasa.
Read moreUfumanekile umkhwetha waseMdatsane nobelahleke ebhomeni, nangona zingekafumani ngokwaneleyo iinkcukacha mayela nokulahleka kwakhe kodwa ilungu losapho libulela iphepha-ndaba eli leEastern Cape Daily News ngomsebenzi omhle eliwenzileyo ekuncediseni ngezixhobo zalo ukukhangela umntwana.
Read moreU-Linda yintwazana eneminyaka elishumi elinesithanduthu(16) kuphela ubudala. Yinzalelwane yelali yakuNtsume kwingingqi yaseNgcongcolora. Le ntwazana ibinenyanga ezine(4) ikhulelwe.Olusana ludibene neembila zithutha kwakunye nenyoka iphunga umhluzi ngexesha ibikwindlela eya okanye ebuya kwiziko...
Read moreLityendyana lomfana laseNU10 eMdantsane ogama linguLisakhanya Mdingi(18) olahleke kwisikolo solwaluko eTsomo kwilali yakuKhwebulana. Lo mfana ngowaseMdantsane ubeyokoluka kwikhaya-khulu lakhe eTsomo ngexesha elahleka entabeni
Read moreMTHATHA - Ungene tsotsololo ezingxakini owayesakuba yikumkanikazi yekumkani yabaThembu uKing Buyelekhaya Dalidyebo lowo yinkosikazi uNolubabalo 'Babsi' Mcinga. Umtshato wabo ufane nqwa nomlilo weendiza nanjengoko ubulatyuza amadangatye phezulu. Zintathu qha iinyanga...
Read more