EMONTI – Ixesha lokuhambisa imfuyo lifikile kwisikhululo seenqanawe kwelaseMonti. Ukanti isikhululo esi siyakuvuyela ukufika kwalenqanawe kwesisikhululo.
Lenqanawe ibisuka kwilizwe lase Maurtius ifike eMonti ngomhla we 24 kule imiyo ilayishe imfuyo engama 2250, ubukhulu becala benkomo kunye nokutya kwe mfuyo.
Isikhululo seenqanawe sase Monti sesona okanye kukuphela kwaso esinomthamo wonkwenza oluthutho lwemfuyo ephilayo kulo lonke eli loMzantsi Afrika.
Ukongeza, sineziseko zophuhliso eziyilungeleyo lenkqubo yothutho lwemfuyo.
Ngalomhla we 24 kuTshazimpuzi 2023 kugaleleke lomkhumbi kwelaseMonti kusenziwa lomsebenzi wokuthutha imfuyo.