SASSA – Abantu abadala: 04 July, ngoLwesibini
Abantu abaphila nenkubazeko: 05 July, ngoLwesithathu
Abantwana kunye nenye imali yesibonelelo: 06 July, ngoLwesine
I-arhente yakwa SASSA icebisa uluntu elikhongozela lemali ukuba akukho sidingo sokukhupha imali ungekayidingi. Le arhente igxininisa ukuba imali xa isebhankini kwi akhawunti yakho ayinokuphinda ilahleke, ungayikhupha ngemini zikaxakeka.
Ikhutshwe yi-arhente yemali yesibonelelo i-South African Social Security Agency (SASSA)
Batsalele umnxeba: 0800 60 10 11